Aba kwazidenge xhosa
Top sales list aba kwazidenge xhosa
South Africa (All cities)
Title: Aba Kwazidenge 1 Starring: Xhosa Drama Synopsis: A local South African Xhosa Drama in 3 parts.U Bhuqa no Khanda ngabahlobo abakhulu.U Bhuqa ngumThembu othandana no Zuziwe, oyintombi eliHlubi. U Khanda ulumkise u Bhuqa, emcebisa ukuba azikhuphe kwinto emdibanisa no Zuziwe njengokuba ingingqi yabo ilawulwa ngu Lita, okhokela iqela lemigulukuthu nemigewu yamaHlubi. U Bhuqa akoyiki ngokoyikiswa uqhubekeka nento yakhe no Zuziwe. Oluhambiswano lukwachaswa ngu Ntombi, oligqiyazana elinesikhwele nomona kakhulu. Nangona u Zuziwe engekazazi kakuhle nokuba uyamthanda kwisini na u Bhuqa kodwa aqiniseke ngako kukuba akasayi kuzimanya no Ntabeni ongumfana akhethelwe yena.Emva kokuba ehlasele u Ntombi, u Zuziwe uphela engapha kwezitshjixo. U Bhuqa kwelakhe icala uthi tshalala kancinci esiya kudliwanondlebe lokungena esipoliseni. Ekubuyeni kwakhe uBhuqa ufika kukho usigcuntsa, kuthi kulapho uDiliza anyanzelise ukudanisa no Zuziwe ntoleyo ethi ikhokelele kwingxwabangxwaba.
R 79
See product
South Africa (All cities)
Title: Aba Kwazidenge 2 Starring: Xhosa Drama Synopsis: A local South African Xhosa Drama in 3 parts
R 79
See product